Inombolo yokubanga ...
Igama neFani yoMceli: ...
Inombolo yesazisi: ...
Igama lomqashi apho ingozi yehla khona: ...
Uhlobo lwengozi: ...
Umvuzo ngeli thuba: R... ngeveki/inyanga.
Njengokuba ndafumana intlawulo ngokoMthetho Wembuyekezo wabasebenzi ka 1941, ndayifumana yonke imali yam kungoku ndiyalambatha yaye andisebenzi, kungoko ndifaka isicelo esongezelelweyo soncedo oluvunyiweyo.
Ingaba wakhe wafumana isongezelelo soncedo eluvunyiweyo ngaphambili?...
UPHAWU OKANYE USHICILELO LOBHONTSI LWASEKUNENE LOMSEBENZI
Ndiyangqinisisa phambi kokufungisa, ndimbuze le mibuzo ilandelayo umfungi ndaze ndazibhala phantsi iimpendulo zakhe phambi kwakhe:
b Ingaba uyakuchasa ukuthatha isifungo? ...EWE/HAYI
Ndiyaqinisekisa ukuba umfungi uyangqina ukuba uyakuqonda okuqulathwe sesisibhengezo esifungelweyo saze sangqiniswa phambi kwam ngophawu lomfungi/ ubhontsi unyatheliswe phambi kwam.
OMELE INKUNDLA/UMKOMISHALA WEZIFUNGO Igama elipheleleyo ... Isikhundla ... Ogunyaziswe ukumela Umzantsi Afrika Umhla ... Indawo ...
